Photo Gallery
abafundi baseZwelenqaba banikwe iziqoshelizi ngumasipala waseMbhashe
Abathe baxhamla kunikezelo lwezitulo zabantu abaphila nokukhubazeka
Gift of the givers
Moringa
Mpame bridge
UCllr Mbomvu no Somlomo kunye namagosa kaPhelophepha
Unikezelo lezixhobo zokulima
USodolophu wase Mbhashe kunye no MEC besingathe umsitho wokuvuna umthi wobom,i-Moringa
Usomlomo waseMbhashe nabahlali bzezivocavoca kumnyhadala iTenza Beach Festival
Ababegcinwe eluvalelweni kwiziko laseDutywa, kulonyaka uphelileyo kukhuphiswano lokupela nokufunda olwalwenziwe lithala lencwadi laseMbhashe
Umama uNo-Amen, ngomnye wabantu abathe bakhelwa indlu Liziko lokuhlalisa uluntu (Huma settlement)
Umasipala waseMbhashe uvuyisana nosapho lwakwa Maduna-Bana obegqiba iminyaka elikhulu elinanye
Unikezelo leholo lase Madwaleni
Uphathiswa uGqirha Zweli Mkhize ekunye neNkulumbuso yephondo umnu P. Musualle, usodolophu waseMbhashe umnu S.Janda, umnu F. Xasa, umnu T. Nxesi kwakunye nesigqeba senkosii zasekuhlaleni
USodolophu wasembhashe enika imbaleki egqwesileyo izihlangu zokuzilolonga
USodolophu waseMbhashe uJanda, umphathiswa uFezeka Nkomomye Myeni kwakunye Bishobhi uAndile Mbethe. Bebeka intyantyambo zesikhumbuzo kwingcwaba lika Mazizi Maqhekeza
Vodacom unikezele ngento esiwa phantsi kwempumlo kubantwana abangenamakhaya
Abafundi baseNgubethole Bam betyityimba
Abahlali base Nyhwarha bezimase umsitho wokufundisa ngendlela zokuthintela isifo sika Gawulayo
Abahlali baseMbhashe bezimase umsitho wokufundisa ngokubaluleka kwendalo nokucoca
Abahlali baseXhorha besingathe ingxoxo yolwaluko
Abahlali nabafundi baseMbhashe besingathe ithetho
Abantu bebephume ngobuninzi babo bezokuzimasa itheko lokubhiyozela inkcubeko
Abasebenzi baseMbhashe becoca idolophu yaseDutywa
Abasebenzi benkqubo yethutyana iEPWD becoca idolophu yaseDutywa
Amafama ase Mbhashe ebebengenele ukhuphiswano lweenkunzi zegusha
Ebebezimase itheko lokupela nokufunda kwamagama
Igosa lasemapoliseni lithe bazokusebenza ngokuzinikela, ukulwa abo bophumla umthetho
Ikwayala yabafundi nootitshala baseNgubetholole
Mhlabunzima ECDC kwa wadi 26 eDabane
Ootitshala nabafundi baseFlower J.S.S, amagosa kamasipala aseMbhashe kwakunye namagosa eSebe lezeMfundo
Ootitshala nabafundi baseNgonyama S.P.S amagosa kamasipala aseMbhashe kwakunye namagosa eSebe lezeMfundo
UKumkani uZwelonke ekunye noNkosi Nonkonyana
Umdlali weqonga odumileyo umnu Patric Shai ethetha namadodado.
Umnu Ntonzima ophuma kwiSebe leZempilo enika imiqathango ekufanele ukuba umntu uyayilandela xa ezokwaluka
Umsebenzi wenkqubo yethutyana iEPWD ecoca idolophu yaseDutywa
Unkosazana Maphekula ophila nentsholongwane kagawulayo
UNkosi Ngubechanti ethetha neegcibi ukuba mabalixabise isiko lolwaluko, benze ngendlela efanelekileyo
USodolophu wase Mbhashe uCeba Janda noCeba uSiruni-Ntanga bevula uMhlabunzima ECDC Centre kwa wadi 26
USodolophu waseMbhashe kwakunye nosapho lakwa Sanqgu
USodolophu waseMbhashe uJanda, umphathiswa uFezeka Nkomomye Myeni kwakunye noBishobhi Andile Mbethe. Bebeka iintyantyambo zesikhumbuzo kwingcwaba lika Mazizi Maqhekeza
USomlomo waseMbhashe kwakunye namaqumrhu azimeleyo bebambe ingxoxo encinci phambi kokuba uqale umsitho
Ababegcinwe eluvalelweni kwiziko laseDutywa, kulonyaka uphelileyo kukhuphiswano lokupela nokufunda olwalwenziwe lithala lencwadi laseMbhashe
Abafundi abangama ntombazana banikwe iziqoshelo(sanitary pads) kunye nezinto zokuthambisa (1)
Abafundi ebebengenele ukhuphiswano lohlalutyo ncwadi, pelo magama, finger spelling kunye neBraille reading
abahlali bakwa ward 24 beze kwintlanganiso
Abahlali baseMbhashe befolele uncedo ku Loliwe weMpilo-Phelophepa
Abahlali baseMbhashe beze kwintlanganiso yeBhodi yokucandwa kwee wadi
Abasebenzi bakwamasipala bekunye namagosa akwiziko lokulula izimilo
Amagosa ezendlela aseMbhashe eqinisekisa ukuba izithuthi zikulungele ukuba sendleleni
Amagosa ezendlela kwakunye namapolisa aseMbhashe
Igosa lesendlela lika masipala wase Mbhashe ligqogqa isithuthi
Miss Universe Zozibini Thunzi home coming celebrations
Ngokuncedisana no masipala, iSebe lemicimbi yasekhaya belityelele kwa wadi 32 ngenjongo zokugqithisa izazisi kuluntu lakwa wadi 32
UBethusile Mcinga ebesonwabisa abahambeli beTenza, ukwenze oku ngokuthi acule amaculo wakhe amnandi
Uceba Mayiji kunye noMnu Hlotywa besenza unikezelo lezihlangu ezilikhulu kwisikolo sase Nqabarha SSS
Uceba Mcotsho ehamba namagosa akwamasipala besenza unikezelo likanokhontrakha lokwakha iholo kwa wadi 21 kuGatyana
UMnu Gabelana ophuma kwi Mbhashe Community Safety Forun ethetha nabafundi nabazali eZangqolwane SSS (pass rate 2018-32%, 2019 39%
UMnu Maqakalana nabahlali bakwa wadi 14
UMphathiswa wezoThutho, uKhuseleko kunye nokuNxibelelana uWeziwe Tikana Gxothiwe ekunye noSodolophu uCeba Janda
USekela Mphathiswa wamashishini asakhasayo uZoleka Capha, ebetyelele ookopolotyeni kunye namafama ase Mbhashe
Amagosa onyanzeliso mthetho ase Mbhashe elungiselela ukumisela imigqaliselo ye Lockdown
Uluntu lwase Mbhashe lufolele uncedo kuloliwe wempilo uPhelophepa
Uluntu lwase Mbhashe oluthe laxhamla kwiipasile zokutya
UMphathiswa uNomakhosazana Meth ekunye nosihlalo weLaphumilanga Co-op
USodolophu wase Amathole uCeba Nomfuni Nxawe, uSodolophu kamasipala wase Mbhashe uCeba Janda bekunye nomama uNdinisi besenza unikezelo lwezindlu zangasese.
USodolophu wase Mbhashe esenza unikezelo lama tanki amanzi kwa wadi 02